Generic selectors
Exact matches only
Search in title
Search in content

Joyous Celebration – Ndenzel’ Uncedo Hymn 377

Image By Mood Converter
Spread the love

Lyrics for Joyous Celebration – Ndenzel’ Uncedo Hymn 377 

Hlala, ho hlala nami
Litshonil’ ilanga
Ubusuku bufikile Nkosi
Mandi, mandingasali
Ndingenay’ uMncedi
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’Hlala, ho hlala nami

Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’Buya, buyakhawleza obu bomi bami
Ndiya, ndiyashiywa zezomhlaba izinto
Mna ndibona iiguquleko, iiguquleko zodwa
Wen’ ongaguquki, ohlala nam’
Tyhini ndenzel’Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’Ndenzel’, ndinzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndinzel’ uncedo ngokuhlala nam’

Spread the love

Leave a Reply

Your email address will not be published.

00:00
00:00
Empty Playlist